Funda ukufunda (isiXhosa 2) 3: UTippie kunye neqaqa

R55,00
Funda ukufunda (isiXhosa 2) 3: UTippie kunye neqaqa
Beskikbaarheid: In voorraad
ISBN
9780639609843
Format: Sagteband
Publish date: 2021-10-21
Funda ukufunda kulula kakhulu kunye noTippie indlovu.
Iincwadi ezilishumi ezilandelayo ezikwizinga loMzantsi Afrika siyaziqhenya
ngazo. Ezi ncwadi zinika umdla,zakha izakhono ezifunyenwe
kwinqanaba 1. Isigama sisoloko sincediswa yimiboniso enemibala
eqaqambileyo,encedisa ukuqonda,izikhamiso ezifutshane kunaye namaqela
amaqabane alula. Inqanaba 2 nalo liqwalasela izikhamiso
ezifutshane,amaqabane alula, amagama ajongisiswayo, kwanendlela yokugqibela
yokubeka amaqabane. Ukudibanisa izandi namaqabane kuyakhula.
Konke oku kwenza kuqhubekeke ukwakha ukuzithemba ekufundeni.
Abantwana baza kuzithanda iihambo ezintsha zikaTippie kuba zizele lulonwabo
neziganeko.

Learning to read isiXhosa is super easy with Tippie the elephant.
The next 10 Tippie adventures are proudly South-African, interesting and builds
on the skills acquired in the Inqanaba 1 books. The text is supported by
colourful, engaging illustrations to support comprehension and practise short
vowel sounds and simple consonant clusters. These sequential reading books
were designed with a focus on sound development, linking sounds and letters as
well as continuing building success and self-confidence in reading. The Inqanaba
2 books still focus on short vowels, simple consonants, sight words and final
position consonant clusters. Children will love Tippie's latest adventures as it is
full of fun and humorous incidents along the way.
Meer inligting
Publish Date 21 Okt. 2021
Format Sagteband
Taal IsiXhosa
Skrywer Zodwa Mtirara, Reinette Lombard, Jose Palmer
Skryf jou eie resensie
Slegs geregistreerde gebruikers kan resensies skryf. teken in of skep 'n rekening
Meer Deur Zodwa Mtirara, Reinette Lombard, Jose Palmer