Funda ukufunda (isiXhosa 3) 2: Ukudlala kukaTippie noBobo

R49,95
Funda ukufunda (isiXhosa 3) 2: Ukudlala kukaTippie noBobo
Beskikbaarheid: In voorraad
ISBN
9780639603032
Format: Sagteband
Publish date: 2021-12-11
Iincwadi ezilishumi ezilandelayo ezikwizinga loMzantsi Afrika ezilungiselelwe
abafundi benqanaba 3.
Ezi ncwadi ziluthotho zilandelelanayo zinika umdla, zikhulisa zonke izakhono
ezifunyenwe kwinqanaba 2.
lnqanaba 3 liqwalasela ekwakheni izivakalisi ezide, isigama ezintsha nasekukhuliseni
ingqiqo nokuqonda.
Aba bantwana baza kuzonwabela iihambo ezintsha zikaTippie ezizele ulonwabo,
ukuhlekisa, neziganeko ezihlekisayo kwiihambo zakhe.

The Inqanaba 3 books are designed to build on Inqanaba 1 and 2 whilst
introducing new consonant blends and digraphs. Additionally, the stories have
been written to encourage inferencing and problem solving through the stories
and images to enhance the reader's skills and fun!
Meer inligting
Publish Date 11 Des. 2021
Format Sagteband
Taal IsiXhosa
Skrywer Zodwa Mtirara, Reinette Lombard, Jose Palmer
Skryf jou eie resensie
Slegs geregistreerde gebruikers kan resensies skryf. teken in of skep 'n rekening
Meer Deur Zodwa Mtirara, Reinette Lombard, Jose Palmer